Iholide nebhonasi neengenelo ziya kuthatyathwa irhafu xa zidlulile kuma-R30 000, 00.
lintsuku zeholide ziboniswe kwisicatshulwa sikaFebruari 2000. Ezinye iiholide azikaboniswa, ziza kutsalwa ibe zakuba nempembelelo kwisicatshulwa. (Iholide zisekelwe kwintsuku zekhalenda ngoku zenziwe intsuku zokusebenza).
Isihlomele B esincanyathelisiweyo umele usizalise ngokwakho uze usithumele kweli Sebe kwihla engama-21 yomsebenzi.
Owakho ozithobileyo
UHLENGAHLENGISO LECANDELO LAMANZI: ISEBE LEMICIMBI YAMANZINAMAHLATHI: KWIPHONDO LOMNTLA KOLONI
ISebe leMicimbi yaManzi namaHlatbi likwinkqubo yokufudusa iinkonzo zamanzi elixhomekeke kuRhulumente weLizwe kwamanye amaziko imibutho njengeyasekublaleni okanye esekelwe kumagunya oluntu.
Kuthethwathethwano obelushukuxa lomba kuye kwavunyelwana ukuba abasebenzi bamele bafuduselwe kwiMibutho esebenzisa amanzi.
ukufumana isixa semali ngokuzithandela ukufiimana umhlala phantsi ngaphambi kwexesha (ukuba kunokwenzeka) ukufuduselwa kwabanye abaqeshi usiwa kwenye indawo
Kolu xwebu kuncanyatheliswe isiHlomelo A ukubonisa iingenelo nezinto ezahlukeneyo umntu anokuzikhetha. Nceda ke uqaphele ukuba:
Ingenelo zibalwe ukufikelela kumhla wama-28 kuFebruwari 2001.
Iholide nebhonasi neengenelo ziya kuthatyathwa irhafu xa zidlulile kuma-R30 000, 00.
lintsuku zeholide ziboniswe kwisicatshulwa sikaFebraari 2000. Ezinye iiholide azikaboniswa, ziza kutsalwa ibe zakuba nempembelelo kwisicatshulwa. (Iholide zisekelwe kwintsuku zekhalenda ngoku zenziwe intsuku zokusebenza).
Isihlomele B esincanyathelisiweyo umele usizalise ngokwakho uze usithumele kweli Sebe kwihla engama-21 yomsebenzi.
Owakho ozithobileyo
ISIHLOMELO A
IFANI:
INOMBOLO YOMSEBENZI:
AMAGAMA OKUQALA: IPHONDO LOMNTLA KOLONI: UMHLA WOKUQALA
Ngenyanga: R-p.m.
KUQUKA
intsuku Zamayeza
KUQUKA
Izibonelelo zeholide (..intsuku) R
Nceda ke uqaphele kukuba olu balo lungentla apha kuphela lubonisa ingenelo omele uzifumane ezisekelwe kwinkcazelo efumanekayo okanye ekwingxelo.
Ukuba akuvumelani nale nkcazelo, nceda wazise le ofisi ukuze kwenziwe uhlengahlangiso.
IGAMA:
INOMBOLO YOMSEBENZI:
UKUKHETHA UKUFUDUSWA
Mna ndiyayiqonda inkqubo yokufuduselwa kumqeshi omtsha nolunye ukhetho endilinikiweyo ukuzenzela isigqibo ngekamva lam
Isixa semali sokuzithandela
Ukufuduswa kwesixa: Ukufuduswa komhlala-phantsi kubaqeshi abatsha bengxowa yomhlala-phantsi
Ukufuduswa kwesixa: Ukufuduswa kwesixa sifuduselwa kwingxowa yomhlala-phantsi endizikhethele yona esemthethweni.
Ukufuduswa kwesixa: Ukurhola iingenelo zomhlala-phantsi (lingenelo zokuyeka ukusebenza)
Ukuya kusebenza kwenye indawo.
UKUTYOBELA
UMHLA
INGQINA
UMHLA
IGAMA:
UKUKHETHA UKUFUDUSWA
Mna ndiyayiqonda inkqubo yokufuduselwa kumqeshi omtsha nolunye ukhetho endilinikiweyo ukuzenzela isigqibo ngekamva lam.